Oxford Ukhanyo SikaTitshala IBanga 5 / Grade 5 IsiKhokelo Teachers Guide (isiXhosa) IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi lwaseKhaya kwaye isetyenziswa ngootitshala kuMzantsi Afrika uphela. Iyazifezekisa iimfuno zeCAPS kwaye inceda abafundi ekubeni baqhubele phambili kumaBanga omathathu esiGaba esiPhakathi. Le ncwadi isebenzisa iindlela zokufundisa ezahlukeneyo eziphuhlisa izakhono zolwimi neziza kuncedisa abafundi ukuba banxibelelane ngendlela echanekileyo. Features Sebenzisa IOxford Ukhanyo kuba: isikhokelo esicacileyo malunga nokulawulwa kwegumbi lokufundela sinceda utitshala ukuba akwazi ukucwangcisa izifundo ezilungiselelwe abafundi abahlukileyo ngokobukrelekrele. Ukufezekiswa kweemfuno zeCAPS nomxholo otyebileyo kwenza ukuba abafundi bafunde ngokuzithemba futhi bayiqonde ngcono imiba yolwimi. Ulwimi olusetyenzisiweyo luyafi keleleka kwaye luhambelana nomgangatho wabafundi, nto leyo eyenza ukuba baqonde ngokulula imiba yolwimi kwakunye nemisebenzi. Isikhokelo esicacileyo sokuhlola sinika abafundi ithuba lokubona inkqubelaphambili yabo futhi bakwazi nokulungela ukuhlola okwenziwa liSebe leMfundo kwiBanga lesi-6. Imisebenzi eyahlukeneyo iphuhlisa isigama sabafundi, ukufunda ngokutyibilikayo ze ibancedise nasekuqondeni ulwimi. Imisebenzi neetekisi eziqulunqwe ngendlela eyiyo zibonisa inkqubelaphambili kuba kusetyenziswe ezilula nezaziwayo ekuqaleni kwencwadi ze kwasetyenziswe ezinzima nezo zingaziwayo phakathi ukuya ekupheleni kwencwadi. Please Note: Orders of 50+ (where stock is available) receive an additional 5% discount on stock currently on special. You will also receive FREE delivery on orders of 50+ books. For schools: If you place your full BULK textbook order with us, your FULL ORDER will have a minimum 15% discount applied on the current retail price from the Publisher. T&C's apply on quantities. PLEASE EMAIL us your list to sales@schoolsuppliers.co.za Delivery Costs on under 50 books apply. 1 to 5 books R75, 6 to 10 books R89, 11 to 49 books R115. All orders on special are non-refundable and non-returnable. The discounted price is available while stocks last, although we reserve the right to offer discounts on bulk orders not currently offered on special. Specials stock was previously used for tenders, and as such covers may differ if publishers have updated cover photos recently.
Oxford Ukhanyo SikaTitshala IBanga 5 IsiKhokelo Teacher's Guide (isiXhosa)
Oxford University Press
MSRP:
R157.95
Was:
Now:
R129.00
(You save
R28.95
)
Write a Review
Write a Review

Oxford University Press
Oxford Ukhanyo SikaTitshala IBanga 5 IsiKhokelo Teacher's Guide (isiXhosa)
- SKU:
- ISBN 9780199055265
- UPC:
- Availability:
- 1 book currently available

Add to Cart
The item has been added
Oxford University Press
Oxford Ukhanyo SikaTitshala Ibanga 4 IsiKhokelo Teacher's Guide (isiXhosa)
MSRP:
R157.95
Was:
Now:
R129.00

Add to Cart
The item has been added
Macmillan Education
Isisombululo Sethu isiXhosa Ibanga 5 Isikhokelo Sikatitshala/Teachers Guide
MSRP:
R307.95
Was:
Now:
R259.00

Add to Cart
The item has been added
Macmillan Education
Isisombululo Sethu IsiXhosa Ibanga 4 Isikhokelo Sikatitshala/Teachers Guide
MSRP:
Was:
Now:
R559.95

Add to Cart
The item has been added
Maskew Miller Longman
Platinum MASIKHANYISE Incwadi Ibanga 4 Sikatitshala/Teachers Guide(isiXhosa)
MSRP:
Was:
Now:
R336.00

Add to Cart
The item has been added
Oxford University Press
Oxford Ukhanyo Yokufunda Ibanga 5/Grade 5 Reader (isiXhosa)
MSRP:
R100.95
Was:
Now:
R79.00

Add to Cart
The item has been added
Oxford University Press
Oxford Ukhanyo Yomfundi Ibanga 5/Grade 5 Learner's Book (isiXhosa)
MSRP:
R126.95
Was:
Now:
R115.00

Add to Cart
The item has been added
Oxford University Press
Oxford Ukhanyo Yokufunda Ibanga 6/Grade 6 Reader (isiXhosa)
MSRP:
R102.95
Was:
Now:
R87.00

Add to Cart
The item has been added
Oxford University Press
Oxford Ukhanyo Yokufunda Ibanga 4/Grade 4 Reader (isiXhosa)
MSRP:
R97.95
Was:
Now:
R75.00

Add to Cart
The item has been added
Oxford University Press
Oxford Ukhanyo Yomfundi Ibanga 6/Grade 6 Learner's Book (isiXhosa)
MSRP:
R112.95
Was:
Now:
R95.00
!