Oxford Ukhanyo Yomfundi Ibanga 5 / Grade 5 Learners Book (isiXhosa) IOxford Ukhanyo iqulathe izifundo zoLwimi lwaseKhaya kwaye isetyenziswa ngootitshala kuMzantsi Afrika uphela. Iyazifezekisa iimfuno zeCAPS kwaye inceda abafundi ekubeni baqhubele phambili kumaBanga omathathu esiGaba esiPhakathi. Le ncwadi isebenzisa iindlela zokufundisa ezahlukeneyo eziphuhlisa izakhono zolwimi neziza kuncedisa abafundi ukuba banxibelelane ngendlela echanekileyo. Features: Sebenzisa IOxford Ukhanyo kuba: isikhokelo esicacileyo malunga nokulawulwa kwegumbi lokufundela sinceda utitshala ukuba akwazi ukucwangcisa izifundo ezilungiselelwe abafundi abahlukileyo ngokobukrelekrele. Ukufezekiswa kweemfuno zeCAPS nomxholo otyebileyo kwenza ukuba abafundi bafunde ngokuzithemba futhi bayiqonde ngcono imiba yolwimi. Ulwimi olusetyenzisiweyo luyafi keleleka kwaye luhambelana nomgangatho wabafundi, nto leyo eyenza ukuba baqonde ngokulula imiba yolwimi kwakunye nemisebenzi. Isikhokelo esicacileyo sokuhlola sinika abafundi ithuba lokubona inkqubelaphambili yabo futhi bakwazi nokulungela ukuhlola okwenziwa liSebe leMfundo kwiBanga lesi-6. Imisebenzi eyahlukeneyo iphuhlisa isigama sabafundi, ukufunda ngokutyibilikayo ze ibancedise nasekuqondeni ulwimi. Imisebenzi neetekisi eziqulunqwe ngendlela eyiyo zibonisa inkqubelaphambili kuba kusetyenziswe ezilula nezaziwayo ekuqaleni kwencwadi ze kwasetyenziswe ezinzima nezo zingaziwayo phakathi ukuya ekupheleni kwencwadi.
Oxford Ukhanyo Yomfundi Ibanga 5/Grade 5 Learner's Book (isiXhosa)
Oxford University Press
MSRP:
R126.95
Was:
Now:
R115.00
(You save
R11.95
)
Write a Review
Write a Review

Oxford University Press
Oxford Ukhanyo Yomfundi Ibanga 5/Grade 5 Learner's Book (isiXhosa)
- SKU:
- ISBN 9780199047154
- UPC:
- Availability:
- 120 Books currently available

Add to Cart
The item has been added
Oxford University Press
Oxford Ukhanyo Yomfundi Ibanga 6/Grade 6 Learner's Book (isiXhosa)
MSRP:
R112.95
Was:
Now:
R95.00

Add to Cart
The item has been added
Oxford University Press
Oxford Ukhanyo Yomfundi Ibanga 4 Grade 4 Learner's Book (isiXhosa)
MSRP:
R124.95
Was:
Now:
R115.00

Add to Cart
The item has been added
Macmillan Education
Isisombululo Sethu Isixhosa Ibanga 5 Incwadi Yomfundi/Learners Book (isiXhosa)
MSRP:
R124.95
Was:
Now:
R105.00

Add to Cart
The item has been added
Oxford University Press
Oxford Ukhanyo Yokufunda Ibanga 5/Grade 5 Reader (isiXhosa)
MSRP:
R100.95
Was:
Now:
R79.00

Add to Cart
The item has been added
Macmillan Education
Isisombululo Sethu IsiXhosa Ibanga 4 Incwadi Yomfundi/Learners Book(isiXhosa)
MSRP:
Was:
Now:
R214.95

Add to Cart
The item has been added
Oxford University Press
Oxford Ukhanyo SikaTitshala IBanga 5 IsiKhokelo Teacher's Guide (isiXhosa)
MSRP:
R157.95
Was:
Now:
R129.00

Add to Cart
The item has been added
Oxford University Press
Oxford Ukhanyo Yomsebenzi Ibanga 3 Grade 3 Work Book (isiXhosa)
MSRP:
R62.57
Was:
Now:
R49.00

Add to Cart
The item has been added
Maskew Miller Longman
Platinum MASIKHANYISE Incwadi Ibanga 4 Yomfundi/Learners Book(isiXhosa)
MSRP:
Was:
Now:
R213.00

Add to Cart
The item has been added
Oxford University Press
Oxford Ukhanyo Yokufunda Ibanga 6/Grade 6 Reader (isiXhosa)
MSRP:
R102.95
Was:
Now:
R87.00
!